Kredyty
PERFORMING ARTISTS
Semito
Musician
Monyake Semito Liphoko
Vocals
COMPOSITION & LYRICS
Monyake Semito Liphoko
Composer
PRODUCTION & ENGINEERING
Monyake Semito Liphoko
Producer
Tekst Utworu
Vuthulula nezoncingo, nezontlungu
Ndifuna nje ungithande
Ndifuna ungithembe, nentlonipho
Ndifuna siphile ngothando
Ndifuna siphile ngoxolo, nentlonipho
Ithi nje ndikuxelel' inyani
Ngoba ngelinye lamalanga
Izakundisindisa
Mehlo madala s'thandwa sentliziyo yami
Sekudala sagqibelana
Kodw' uthando lona lusasekhona yeh
Lubonakala ebusweni bakho
Neminxili yomuzimba wam'
Yona ifuna wena wedwa qha
Bek' isandla emanxeni am'
Ma siluve lolu thando olungaphakathi
Bek' isandla emanxeni am'
Ma sivuseleleke ngaphakade
Ndizozisola xa ndayekelelwa nguwe
Ndizozisola xa ndahlekelwa nguwe
Asihambe siye kwantliziyo ndise
Akho namuny' umuntu oyakuzishukumisa
Akho amagama endifun' ukuwasho kuwe
Kodwa afuna thina sobabili qha
So sondela kum' ndisondele nakuwe
Intliziyo zethu zibetha kanye
Ndizakuthatha ude undikhalimele
Ngoba intliziyo zethu zibetha kanye
Bek' isandla emanxeni am'
Ma sivuseleleke ngaphakade
Ndizozisola xa ndayekelelwa nguwe
Ndizozisola xa ndalahlekelwa nguwe
Ndizozisola xa ndayekelelwa nguwe
Ndizozisola xa ndalahlekelwa nguwe
Vuthulula ezoncingo, nezontlungu
Ndivula nje ungithembe
Iba ngowami, nami ndibe ngowakho
Ma siluve lolu thando kude kube phakade
Ayi ndizozisola mina
Ndizozisola xa ndayekelelwa nguwe
Ayi ndizozisola mina
Ndizozisola xa ndalahlekelwa nguwe
Ma sihambe siye kwantliziyo ndise
Ndizozisola xa ndayekelelwa nguwe
Akho namuny' umuntu oyakuzishukumisa
Ndizozisola xa ndalahlekelwa nguwe
Written by: Monyake Semito Liphoko